Likumamndla ongenaso isifo sika malaeveva iPilanesberg National Park, ukuhlala eBakubung Bush Lodge izakusondeza kwindalo kunye ne Sun City.
Indawo othi uhlale kuyo kwindlu yakho esehlathini ekufuphi ne Sun City yenye yama gumbi anebhedi ezinkulu ezimbini okanye ezinkulu kakhulu kwaye onokuthi ukufumane kuzo kuquka ishawa, umoya opholileyo ofakelwayo, imfono-mfono, indawo yokwenza iti ne kofu, umabonakude obonisa imibala onezikhululo ezongeziweyo, indawo yoku plaga umatshini wokucheba, kunye nobuchwephesha be intanethi.